1 Izikronike 6:11-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. uAzariya wazala uAmariya; uAmariya wazala uAhitubhi; uAhitubhi wazala uTsadoki;

12. uTsadoki wazala uShalum; uShalum wazala uHilekiya;

13. uHilekiya wazala uAzarita;

14. uAzariya wazala uSeraya;

15. uSeraya wazala uYotsadaki; uYotsadaki wahamba, akuwafudusa uYehova amaYuda neYerusalem ngoNebhukadenetsare.

16. Oonyana bakaLevi nguGershom, noKehati, noMerari.

1 Izikronike 6