1 Izikronike 5:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku oonyana besiqingatha sesizwe sakwaManase bahlala kwelo zwe; bathabathela eBhashan, besa eBhahalihermon, naseSenire, nasentabeni yeHermon, ukuba baninzi kwabo.

1 Izikronike 5

1 Izikronike 5:20-26