1 Izikronike 5:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaRubhen, namaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, kumakroti, amadoda anokuphatha ingweletshetshe nekrele, nokugoba isaphetha, afundiswe ukulwa, ngamashumi amané anesiné amawaka, anamakhulu asixhenxe, anamanci amathandathu, abephuma umkhosi.

1 Izikronike 5

1 Izikronike 5:11-23