1 Izikronike 4:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UShimehi ubenoonyana abalishumi elinabathandathu, neentombi ezintandathu; abazalwana bakhe ababanga nabantwana baninzi; wonke umzalwane wabo awandanga njengonyana bakaYuda.

1 Izikronike 4

1 Izikronike 4:21-35