1 Izikronike 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

URehaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Yiyo le imizalwane yabaseTsora.

1 Izikronike 4

1 Izikronike 4:1-5