1 Izikronike 4:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. UMehonotayi wazala uOfera; uSeraya wazala uYowabhi, ozala ooGeharashim,* ngokuba bebeziingcibi.

15. Oonyana bakaKalebhi, unyana kaYefune, ngooIru, noEla, noNaham; oonyana bakaEla; nabakaKenazi.

16. Oonyana bakaYehaleleli ngooZifi noZifa, ngooTireya noAsareli.

1 Izikronike 4