1 Izikronike 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYabhetse wamnqula uThixo wakwaSirayeli, wathi, Ngamana wandisikelela, wawandisa ummandla wam, isandla sakho saba nam, wandithintela ebubini, ukuze ndingabulaleki. UThixo wamenzela loo nto wayicelayo.

1 Izikronike 4

1 Izikronike 4:1-16