1 Izikronike 3:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo aba awabazalelwayo eYerusalem: nguShimeha, noShobhabhi, noNatan, noSolomon, bobané, ngoBhateshuwa intombi ka-Amiyeli;

1 Izikronike 3

1 Izikronike 3:2-12