1 Izikronike 3:12-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. nguAmatsiya unyana wakhe; nguAzariya unyana wakhe; nguYotam unyana wakhe;

13. nguAhazi unyana wakhe; nguHezekiya unyana wakhe; nguManase unyana wakhe;

14. nguAmon unyana wakhe; nguYosiya unyana wakhe.

15. Oonyana bakaYosiya nguYohanan, amazibulo akhe, nguYoyakim owesibini, nguZedekiya owesithathu, nguShalum owesiné.

1 Izikronike 3