11. nguYoram unyana wakhe; nguAhaziya unyana wakhe; nguYowashe unyana wakhe;
12. nguAmatsiya unyana wakhe; nguAzariya unyana wakhe; nguYotam unyana wakhe;
13. nguAhazi unyana wakhe; nguHezekiya unyana wakhe; nguManase unyana wakhe;
14. nguAmon unyana wakhe; nguYosiya unyana wakhe.
15. Oonyana bakaYosiya nguYohanan, amazibulo akhe, nguYoyakim owesibini, nguZedekiya owesithathu, nguShalum owesiné.
16. Oonyana bakaYoyakim nguYekoniya unyana wakhe; nguZedekiya unyana wakhe.
17. Oonyana bakaYekoniya nguAsire, nguShelatiyeli unyana wakhe, noMalekiram,
18. noPedaya, noShenatsare, noYekamiya, noHoshama, noNedabhiya.