1 Izikronike 29:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imihla awaye engukumkani kumaSirayeli ibiyiminyaka emashumi mané; eHebron wayengukumkani iminyaka esixhenxe, eYerusalem wayengukumkani iminyaka emashumi mathathu anamithathu.

1 Izikronike 29

1 Izikronike 29:24-30