1 Izikronike 29:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndingubani na mna, bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okunika ngokuqhutywa yintliziyo njengoku? Ngokuba zivela kuwe zonke izinto; sikunika okuvele esandleni sakho.

1 Izikronike 29

1 Izikronike 29:7-21