1 Izikronike 28:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kum, USolomon, unyana wakho, nguye oya kwakha indlu yam neentendelezo zam; ngokuba ndizinyulele yena ukuba abe ngunyana kum, ndibe nguyise kuye mna;

1 Izikronike 28

1 Izikronike 28:1-13