1 Izikronike 27:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Owesiné ngenyanga yesiné ibinguAsaheli umninawa kaYowabhi, inguZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamané amawaka.

1 Izikronike 27

1 Izikronike 27:1-9