1 Izikronike 27:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iqela lenyanga yesibini laliphethwe nguDodayi umAhowa, ingànga yeqela lakhe inguMikeloti; eqeleni lakhe ibingamashumi amabini anamané amawaka.

1 Izikronike 27

1 Izikronike 27:1-5