1 Izikronike 26:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke abo bakoonyana bakaObhedi-edom, bona noonyana babo, nabazalwana babo, amadoda avileyo, enamandla enkonzweni, bebengamashumi amathandathu anababini kuObhedi-edom.

1 Izikronike 26

1 Izikronike 26:6-12