1 Izikronike 26:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nabazalwana bakhe, amakroti angamawaka amabini anamakhulu asixhenxe, ooyise bezindlu, uDavide ukumkani wabenza abaphathi bamaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase, ezintweni zonke zikaThixo, nasezintweni zokumkani.

1 Izikronike 26

1 Izikronike 26:24-32