1 Izikronike 26:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zonke izinto abezingcwalisile uSamuweli imboni, noSawule unyana kaKishe, noAbhinere unyana kaNere, noYowabhi unyana kaTseruya, zonke izinto abezingcwalisile nabani, zaba phantsi kwesandla sikaShelomoti nabazalwana bakhe.

1 Izikronike 26

1 Izikronike 26:25-32