1 Izikronike 26:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Loo maqela abamasango, iinkulu zamagorha, zaphathiswa izigxina kunye nabazalwana babo, ukuba balungiselele endlwini kaYehova.

1 Izikronike 26

1 Izikronike 26:6-17