1 Izikronike 25:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iqashiso lokuqala laphuma ngoAsafu, noYosefu: yena, nabazalwana bakhe, noonyana bakhe, baba lishumi elinababini; iqashiso lesibini noGedaliya: yena nabazalwana bakhe noonyana bakhe baba lishumi elinababini;

1 Izikronike 25

1 Izikronike 25:6-18