1 Izikronike 25:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke aba babengoonyana kuHeman, imboni yokumkani emazwini kaThixo, ukuba aluphakamise uphondo. UThixo wamnika uHeman oonyana abalishumi elinabané, neentombi ezintathu.

1 Izikronike 25

1 Izikronike 25:1-10