29. elamashumi omabini anesibini noGidaleti: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhe baba lishumi elinababini;
30. elamashumi omabini anesithathu noMahaziyoti: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhe baba lishumi elinababini;
31. elamashumi omabini anesiné noRomamti-ezere: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhe baba lishumi elinababini.