1 Izikronike 23:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nowokunyusa onke amadini anyukayo kuYehova ngesabatha, nasekuthwaseni kwenyanga, nangamaxesha amisiweyo, ngenani ngokwesiko lazo, ngamaxesha onke, phambi koYehova;

1 Izikronike 23

1 Izikronike 23:27-32