1 Izikronike 23:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, xa uDavide wayesel' aluphele, ehambisekile ebudaleni, wamenza uSolomon unyana wakhe ukumkani kumaSirayeli.

1 Izikronike 23

1 Izikronike 23:1-4