1 Izikronike 21:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYowabhi wamnika ke uDavide inani lokubalwa kwabantu. AmaSirayeli onke aba sisigidi esinye esinamawaka alikhulu samadoda aphatha ikrele; namaYuda angamakhulu amané anamanci asixhenxe amawaka amadoda aphatha ikrele.

1 Izikronike 21

1 Izikronike 21:1-6