1 Izikronike 21:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uOrnan kuDavide, Yithabathele kuwe, inkosi yam ukumkani yenzè okulungileyo emehlweni ayo; khangela, ndikunika iinkomo ezi ukuba zibe ngamadini anyukayo, nempahla yokubhula ibe ziinkuni, nengqolowa ukuba ibe ngumnikelo wokudla; ndikunika konke oko.

1 Izikronike 21

1 Izikronike 21:22-26