1 Izikronike 20:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Yawangcikiva amaSirayeli; wayibulala uYonatan, unyana kaShimeha umkhuluwa kaDavide.

8. Abo bázalwa nguRafa eGati; bawa ngesandla sikaDavide, nangesandla sabakhonzi bakhe.

1 Izikronike 20