1 Izikronike 2:38-43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. uObhede wazala uYehu; uYehu wazala uAzariya;

39. uAzariya wazala uHeletse; uHeletse wazala uElasa;

40. uElasa wazala uSisamayi;

41. uSisamayi wazala uShalum; uShalum wazala uYekamiya; uYekamiya wazala uElishama.

42. Oonyana bakaKalebhi, umkhuluwa kaYerameli, nguMesha amazibulo akhe, obenguyise wabaseZifi, noonyana bakaMaresha, uyise kaHebron.

43. Oonyana bakaHebron nguKora, noTapuwa, noRekem, noShema.

1 Izikronike 2