1 Izikronike 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaYuda nguEre, no-Onan, noShela. Abo bathathu wabazalelwa yintombi kaShuwa, umKananekazi. Ke uEre, amazibulo kaYuda, ebenobubi emehlweni kaYehova; wambulala.

1 Izikronike 2

1 Izikronike 2:1-12