1 Izikronike 2:27-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Oonyana bakaRam, amazibulo kaYerameli, babenguMahatse, noYamin, noEkere.

28. Oonyana bakaOnam babenguShamayi, noYada. Oonyana bakaShamayi nguNadabhi, noAbhishure.

29. Igama lomka-Abhishure nguAbhihayili;

30. wamzalela uAbhan, noMolidi. Oonyana bakaNadabhi nguSelede, noApayim; wafa uSelede engazalanga.

1 Izikronike 2