1 Izikronike 19:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baziqeshela amashumi amathathu anamabini amawaka eenqwelo zokulwa, nokumkani waseMahaka, nabantu bakhe; beza ke bamisa iintente phambi kweMedebha. Oonyana baka-Amon bahlanganisana, bephuma emizini yabo, beza kulwa.

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:1-14