1 Izikronike 19:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babona oonyana baka-Amon ukuba asabile ama-Aram, basaba nabo ebusweni buka-Abhishayi umninawa wakhe, bangena ekhaya.

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:11-17