1 Izikronike 18:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wazithimbela iwaka leenqwelo zokulwa, namawaka asixhenxe abamahashe, namashumi omabini amawaka angumqikela. UDavide wawanqumla imisipha onke amahashe eenqwelo zokulwa, washiya kuwo aweenqwelo alikhulu.

1 Izikronike 18

1 Izikronike 18:2-12