1 Izikronike 18:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani uDavide wazingcwalisela kuYehova kananjalo ezo, kunye nesilivere negolide abeyithabathile ezintlangeni zonke, kumaEdom, nakumaMowabhi, nakoonyana baka-Amon, nakumaFilisti, nakuma-Amaleki.

1 Izikronike 18

1 Izikronike 18:1-15