1 Izikronike 15:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayambethe ingubo yokwaleka yelinen ecikizekileyo uDavide, nabaLevi bonke ababethwele ityeya, neemvumi, noKenaniya umphathi wabathwali; ke uDavide wayebhinqe iefodi* yelinen emhlophe.

1 Izikronike 15

1 Izikronike 15:23-29