1 Izikronike 15:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uDavide wathi, Mayingathwalwa ityeya kaThixo ngabangebaLevi; ngokuba unyulé bona uYehova ukuba bayithwale ityeya kaThixo, bamlungiselele ngonaphakade.

1 Izikronike 15

1 Izikronike 15:1-9