1 Izikronike 15:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AbaLevi bamisa ke uHeman unyana kaYoweli, nakubazalwana bakhe uSafu unyana kaBherekiya, nakoonyana bakaMerari, abazalwana babo, uEtan unyana kaKushaya,

1 Izikronike 15

1 Izikronike 15:9-26