1 Izikronike 14:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi ke amaFilisti, akuva ukuba uthanjiswe uDavide, waba ngukumkani kumaSirayeli onke, enyuka onke amaFilisti, aya kumfuna uDavide. Weva uDavide, waphuma waya kuwahlangabeza.

1 Izikronike 14

1 Izikronike 14:1-12