1 Izikronike 14:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Benyuka baya eBhahali-peratsim,* wawabulalela khona uDavide. Wathi uDavide, UThixo uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam, njengokutyhoboza kwamanzi; ngenxa yoko bathi igama laloo ndawo yiBhahali-peratsim.

1 Izikronike 14

1 Izikronike 14:9-17