1 Izikronike 12:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koonyana bakaBhenjamin, abazalwana bakaSawule, ngamawaka amathathu; kwada kwaba ngoku uninzi Iwabo lugcina isigxina sendlu kaSawule.

1 Izikronike 12

1 Izikronike 12:19-32