1 Izikronike 11:43-47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

43. uHanan unyana kaMahaka; noYoshafati waseMeten;

44. u-Uziya waseAshterati; uShama noYehiyeli, oonyana bakaHotam waseArahere;

45. uYedihayeli unyana kaShimri, noYoha umzalwana wakhe, umTitsi;

46. uEliyeli umMahavi; noYeribhayi noYoshafiya, oonyana bakaElinaham;

47. noItema umMowabhi; uEliyeli, no-Obhedi, noYahasiyeli waseMetsobhaya.

1 Izikronike 11