1 Izikronike 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UBhenaya unyana kaYoyada, unyana wendoda enobukroti yaseKabhetseli, ezenzo zininzi, yena wabulala iingwanyalala ezimbini zakwaMowabhi; yena wehla, wabulala ingonyama emhadini phakathi, mhla ngekhephu.

1 Izikronike 11

1 Izikronike 11:17-31