1 Izikronike 1:9-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Oonyana bakaKushi nguSebha, noHavila, noSabheta, noRama, noSabheteka. Oonyana bakaRama nguShebha noDedan.

10. UKushi wazala uNimrodi, yena waqala waba ligorha emhlabeni.

11. UMitserayim wazala amaLudi, nama-Anam, namaLehabhi, namaNafetuyi,

12. namaPatrusi, namaKaseluyi, apho kwaphuma khona amaFilisti, namaKafetori.

13. UKanan wazala uTsidon owamazibulo kuye, noHeti,

14. namaYebhusi, nama-Amori, namaGirgashi,

1 Izikronike 1