1 Izikronike 1:46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa uHusham; uHadadi unyana kaBhedadi, owaxabela amaMidiyan emhlabeni wakwaMowabhi, waba ngukumkani esikhundleni sakhe; igama lomzi wakhe beliyiAviti.

1 Izikronike 1

1 Izikronike 1:35-53