1 Izikronike 1:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo aba ookumkani ababelawula ezweni lakwaEdom, kungekabikho kumkani ubelawula oonyana bakaSirayeli; nguBhela unyana kaBhehore; igama lomzi wakhe liyiDinabha.

1 Izikronike 1

1 Izikronike 1:33-50