1 Izikronike 1:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaKetura, ishweshwe lika-Abraham: wazala uZimran, noYokeshan, noMedan, noMidiyan, noIshbhaki, noShuwa. Oonyana bakaYokeshan nguShebha noDedan.

1 Izikronike 1

1 Izikronike 1:22-33