Uyoshuwa 4:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Lakuba luwele lwaphelela uhlanga lwamaSirayeli, *uNdikhoyo wathi kuYoshuwa:

2. “Tyumba amadoda abe lishumi elinambini, ibe nye kwisizwe ngasinye.

Uyoshuwa 4