Uyoshuwa 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uNdikhoyo kuYoshuwa: “Into endiza kuyenza namhlanje iya kukwenza utsho uhlonipheke kumaSirayeli, aqonde ukuba ndinawe nanjengoMosis.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:6-17