Uyoshuwa 24:32-33 Ibhayibhile (XHO96)

32. Amathambo kaJosefu awayeze nawo eJiputa amaSirayeli, awangcwaba kumhlaba owathengwa nguYakobi eShekem koonyana bakaHamore uyise kaShekem ngekhulu leesiliva. Lo mhlaba waba lilifa lenzala kaJosefu.

33. Wabhubha noElazare, unyana ka-Aron, waza wangcwatyelwa eGibheya kweleentaba kwaEfrayim, emhlabeni owabelwa uPineyasi unyana wakhe.

Uyoshuwa 24