Uyoshuwa 21:32-35 Ibhayibhile (XHO96)

32. Kummandla wakwaNafetali zaba zithathu: iKedeshe eGalili namadlelo ayo (yayisisixeko sokuphephela), iHamoti-dore, neKartan, namadlelo azo.

33. Imizi yendlu yakwaGershon yabelwa ishumi linantathu lezixeko zizonke, namadlelo azo.

34. AbaLevi bendlu yakwaMerari, yona eyayingekabonelelwa, babelwa izixeko zazine kwaZebhulon: iYokeneham, iKarta,

35. iDimna, neNahali, namadlelo azo.

Uyoshuwa 21